2 Samuweli 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaza intliziyo kaDavide yambetha+ emva kokuba ebabalile abantu. Ngoko wathi uDavide kuYehova: “Ndonile+ kakhulu ngoko ndikwenzileyo. Ke kaloku, Yehova, khawuncede, usidlulise isiphoso somkhonzi wakho;+ kuba ndenze ngobudenge obukhulu.”+ Mateyu 26:75 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 75 Kwaye uPetros wakhumbula ilizwi elalithethwe nguYesu, elileli: “Ngaphambi kokuba umqhagi ukhonye, uya kundikhanyela kathathu.”+ Yaye waphuma phandle waza walila ngokukrakra.+ Luka 18:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke yena umqokeleli werhafu wayemi mgama engathandi kwanokuphakamisela amehlo akhe ngasezulwini, ezibetha isifuba,+ esithi, ‘Owu Thixo, yiba nobabalo kum mna moni.’+
10 Yaza intliziyo kaDavide yambetha+ emva kokuba ebabalile abantu. Ngoko wathi uDavide kuYehova: “Ndonile+ kakhulu ngoko ndikwenzileyo. Ke kaloku, Yehova, khawuncede, usidlulise isiphoso somkhonzi wakho;+ kuba ndenze ngobudenge obukhulu.”+
75 Kwaye uPetros wakhumbula ilizwi elalithethwe nguYesu, elileli: “Ngaphambi kokuba umqhagi ukhonye, uya kundikhanyela kathathu.”+ Yaye waphuma phandle waza walila ngokukrakra.+
13 Ke yena umqokeleli werhafu wayemi mgama engathandi kwanokuphakamisela amehlo akhe ngasezulwini, ezibetha isifuba,+ esithi, ‘Owu Thixo, yiba nobabalo kum mna moni.’+