IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 6:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yachukumisa umlomo wam+ yaza yathi: “Yabona! Ichukunyisiwe nje imilebe yakho, sishenxisiwe isiphoso sakho, nesono sakho sicanyagushelwe.”+

  • Yeremiya 31:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 “Abayi kuba safundisana ngamnye iqabane lakhe nomnye umntakwabo,+ besithi, ‘Mazini uYehova!’+ kuba bonke baya kundazi, ukususela koyena mncinane nokusa koyena mkhulu kubo,”+ utsho uYehova. “Kuba ndiya kusixolela isiphoso sabo, nesono sabo andiyi kuba sasikhumbula.”+

  • Yakobi 5:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Yaye umthandazo wokholo uya kumphilisa lowo ungaphilanga,+ uYehova amvuse.+ Kanjalo, ukuba uye wenza izono, uya kuxolelwa.+

  • 1 Yohane 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ukuba siyazivuma izono zethu,+ uthembekile yaye ulilungisa ukuba asixolele izono zethu aze asihlambulule kuyo yonke intswela-bulungisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share