Levitikus 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “‘Uze ungaphindezeli+ okanye ube nenqala koonyana babantu bakowenu;+ yaye uze ulithande idlelane lakho njengawe siqu.+ NdinguYehova. Duteronomi 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke+ nangomphefumlo wakho wonke+ nangamandla akho onke.+ Yohane 13:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ndininika umyalelo omtsha, wokuba nithandane; kanye njengoko ndinithandileyo mna,+ ukuba nani nithandane.+
18 “‘Uze ungaphindezeli+ okanye ube nenqala koonyana babantu bakowenu;+ yaye uze ulithande idlelane lakho njengawe siqu.+ NdinguYehova.
5 Uze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke+ nangomphefumlo wakho wonke+ nangamandla akho onke.+
34 Ndininika umyalelo omtsha, wokuba nithandane; kanye njengoko ndinithandileyo mna,+ ukuba nani nithandane.+