1 Yohane 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Oko kwaye kukho ukususela ekuqaleni,+ esiye sakuva,+ sakubona ngamehlo ethu,+ sakukhangela ngocoselelo saza sakuva+ nangezandla zethu,+ okuphathelele ilizwi lobomi,+ 2 Yohane 5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ndiyakucela, nenekazi, njengomntu okubhalela, kungekhona umyalelo omtsha,+ kodwa lowo sasinawo ukususela ekuqaleni,+ ukuba sithandane.+
1 Oko kwaye kukho ukususela ekuqaleni,+ esiye sakuva,+ sakubona ngamehlo ethu,+ sakukhangela ngocoselelo saza sakuva+ nangezandla zethu,+ okuphathelele ilizwi lobomi,+
5 Ngoku ke ndiyakucela, nenekazi, njengomntu okubhalela, kungekhona umyalelo omtsha,+ kodwa lowo sasinawo ukususela ekuqaleni,+ ukuba sithandane.+