Yohane 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYesu waphendula wathi: “Kukho iiyure ezilishumi elinesibini zokukhanya kwemini, akunjalo? Ukuba nabani na uhamba ekukhanyeni kwemini+ akangqubeki kuyo nantoni na, kuba uyakubona ukukhanya kweli hlabathi. 2 Petros 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yoko, bazalwana, yenzani unako-nako wokuqinisekisa ngobizo lwenu+ nokunyulwa kwenu;+ kuba ukuba niqhubeka nizenza ezi zinto anisayi kuze nisilele.+
9 UYesu waphendula wathi: “Kukho iiyure ezilishumi elinesibini zokukhanya kwemini, akunjalo? Ukuba nabani na uhamba ekukhanyeni kwemini+ akangqubeki kuyo nantoni na, kuba uyakubona ukukhanya kweli hlabathi.
10 Ngenxa yoko, bazalwana, yenzani unako-nako wokuqinisekisa ngobizo lwenu+ nokunyulwa kwenu;+ kuba ukuba niqhubeka nizenza ezi zinto anisayi kuze nisilele.+