Mateyu 7:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Asingabo bonke abathi kum, ‘Nkosi, Nkosi,’ abaya kungena ebukumkanini bamazulu, kodwa ngulowo wenza+ ukuthanda kukaBawo osemazulwini oya kungena.+ 1 Petros 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ukuze ixesha lakhe eliseleyo esenyameni aliphilele,+ kungekhona kwiminqweno yabantu, kodwa ekuthandeni kukaThixo.+
21 “Asingabo bonke abathi kum, ‘Nkosi, Nkosi,’ abaya kungena ebukumkanini bamazulu, kodwa ngulowo wenza+ ukuthanda kukaBawo osemazulwini oya kungena.+
2 ukuze ixesha lakhe eliseleyo esenyameni aliphilele,+ kungekhona kwiminqweno yabantu, kodwa ekuthandeni kukaThixo.+