Yohane 5:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 ukuze bonke bambeke uNyana+ kanye njengoko bembeka uYise. Lowo ungambekiyo uNyana akambeki uYise omthumileyo.+ 2 Yohane 9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Lowo ugqithayo,+ ungahlaliyo+ kwimfundiso kaKRISTU akanaThixo.+ Ke yena ohlalayo kule mfundiso umanyene noYise kunye noNyana.+
23 ukuze bonke bambeke uNyana+ kanye njengoko bembeka uYise. Lowo ungambekiyo uNyana akambeki uYise omthumileyo.+
9 Lowo ugqithayo,+ ungahlaliyo+ kwimfundiso kaKRISTU akanaThixo.+ Ke yena ohlalayo kule mfundiso umanyene noYise kunye noNyana.+