1 Petros 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko ke, njengendoda enkulu,+ elingqina+ leembandezelo zikaKRISTU, nenesabelo kuzuko oluza kutyhilwa,+ ndiyawabongoza amadoda amakhulu aphakathi kwenu, ndisithi: 3 Yohane 1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Indoda enkulu,+ kuGayo, intanda, endimthanda ngokwenene.+
5 Ngoko ke, njengendoda enkulu,+ elingqina+ leembandezelo zikaKRISTU, nenesabelo kuzuko oluza kutyhilwa,+ ndiyawabongoza amadoda amakhulu aphakathi kwenu, ndisithi: