Yohane 13:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ndininika umyalelo omtsha, wokuba nithandane; kanye njengoko ndinithandileyo mna,+ ukuba nani nithandane.+ Yohane 15:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nguwo lo umyalelo wam, wokuba nithandane kanye njengoko ndinithandileyo.+ 1 Petros 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngaphezu kwezinto zonke, yibani nothando olunzulu omnye ngomnye,+ kuba uthando lugubungela inkitha yezono.+
34 Ndininika umyalelo omtsha, wokuba nithandane; kanye njengoko ndinithandileyo mna,+ ukuba nani nithandane.+
8 Ngaphezu kwezinto zonke, yibani nothando olunzulu omnye ngomnye,+ kuba uthando lugubungela inkitha yezono.+