Yohane 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ukuba niyandithanda, niya kuyigcina imiyalelo yam;+ 1 Yohane 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa nabani na othi aligcine ilizwi lakhe,+ eneneni uthando lukaThixo lwenziwe lwagqibelela kuloo mntu.+ Yiyo ke leyo indlela esiya kwazi ngayo ukuba simanyene naye.+ 1 Yohane 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba ukumthanda+ uThixo kuko ukuthi, siyigcine imiyalelo yakhe;+ kwaye ayinzima imiyalelo yakhe,+
5 Kodwa nabani na othi aligcine ilizwi lakhe,+ eneneni uthando lukaThixo lwenziwe lwagqibelela kuloo mntu.+ Yiyo ke leyo indlela esiya kwazi ngayo ukuba simanyene naye.+