Yohane 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Lowo unemiyalelo yam aze ayigcine, nguye ondithandayo.+ Lowo undithandayo uya kuthandwa nguBawo, yaye nam ndiya kumthanda kwaye ndiya kuzibonisa ngokucacileyo mna kuye.”
21 Lowo unemiyalelo yam aze ayigcine, nguye ondithandayo.+ Lowo undithandayo uya kuthandwa nguBawo, yaye nam ndiya kumthanda kwaye ndiya kuzibonisa ngokucacileyo mna kuye.”