Yohane 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYesu wathi kuye: “Ndim indlela+ nenyaniso+ nobomi.+ Akukho bani uzayo kuBawo ngaphandle kokuza ngam.+ 3 Yohane 9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndalibhalela ibandla, kodwa uDiyotrefe, othanda ukuba kwindawo yokuqala+ phakathi kwabo, akayamkeli ngembeko+ nantoni na+ evela kuthi.
6 UYesu wathi kuye: “Ndim indlela+ nenyaniso+ nobomi.+ Akukho bani uzayo kuBawo ngaphandle kokuza ngam.+
9 Ndalibhalela ibandla, kodwa uDiyotrefe, othanda ukuba kwindawo yokuqala+ phakathi kwabo, akayamkeli ngembeko+ nantoni na+ evela kuthi.