Duteronomi 17:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 uze uyikhuphele ngaphandle kwamasango akho loo ndoda okanye elo bhinqa lenze le nto imbi, ewe, indoda leyo okanye ibhinqa elo, lixulube ngamatye life.+ Roma 16:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoku ndiyanibongoza, bazalwana, ukuba nibabeke esweni abo bahlukanisayo+ nabakhubekisayo ngokuchaseneyo nemfundiso+ eniyifundileyo, nize nibaphephe.+ 1 Korinte 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa ngoku ndinibhalela ukuba niyeke ukunxulumana+ naye nabani na obizwa ngokuba ngumzalwana ongumhenyuzi okanye umntu obawayo+ okanye umnquli-zithixo okanye umtshabhisi okanye inxila+ okanye umphangi, ningatyi kwaukutya nomntu onjalo. 2 Tesalonika 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ke kaloku siyaniyala,+ bazalwana, egameni leNkosi uYesu Kristu, ukuba nizikhwebule+ nakuwuphi na umzalwana ohamba ngokungalungelelananga+ kungekhona ngokuvumelana nesithethe enasamkela kuthi.+ 2 Tesalonika 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa ukuba kukho nabani na ongawathobeliyo amazwi+ ethu akule ncwadi, mphawuleni onjalo,+ ninganxulumani naye,+ ukuze abe neentloni.+
5 uze uyikhuphele ngaphandle kwamasango akho loo ndoda okanye elo bhinqa lenze le nto imbi, ewe, indoda leyo okanye ibhinqa elo, lixulube ngamatye life.+
17 Ngoku ndiyanibongoza, bazalwana, ukuba nibabeke esweni abo bahlukanisayo+ nabakhubekisayo ngokuchaseneyo nemfundiso+ eniyifundileyo, nize nibaphephe.+
11 Kodwa ngoku ndinibhalela ukuba niyeke ukunxulumana+ naye nabani na obizwa ngokuba ngumzalwana ongumhenyuzi okanye umntu obawayo+ okanye umnquli-zithixo okanye umtshabhisi okanye inxila+ okanye umphangi, ningatyi kwaukutya nomntu onjalo.
6 Ke kaloku siyaniyala,+ bazalwana, egameni leNkosi uYesu Kristu, ukuba nizikhwebule+ nakuwuphi na umzalwana ohamba ngokungalungelelananga+ kungekhona ngokuvumelana nesithethe enasamkela kuthi.+
14 Kodwa ukuba kukho nabani na ongawathobeliyo amazwi+ ethu akule ncwadi, mphawuleni onjalo,+ ninganxulumani naye,+ ukuze abe neentloni.+