1 Petros 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoku njengoko niyisulungekisile+ imiphefumlo yenu ngokuthobela kwenu inyaniso okuphumela kumsa wobuzalwana+ ongenaluhanahaniso, thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+ 1 Petros 2:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bekani abantu bazo zonke iintlobo,+ yibani nothando ngomanyano lwabazalwana luphela,+ moyikeni uThixo,+ yibani nembeko kukumkani.+
22 Ngoku njengoko niyisulungekisile+ imiphefumlo yenu ngokuthobela kwenu inyaniso okuphumela kumsa wobuzalwana+ ongenaluhanahaniso, thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+
17 Bekani abantu bazo zonke iintlobo,+ yibani nothando ngomanyano lwabazalwana luphela,+ moyikeni uThixo,+ yibani nembeko kukumkani.+