Mateyu 20:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 yaye nabani na ofuna ukuba ngowokuqala phakathi kwenu makabe likhoboka lenu.+ IZenzo 20:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 kwaye phakathi kwenu kuya kusuka amadoda aze athethe izinto ezijijekileyo+ ukuze abatsale abafundi emva kwawo.+ Filipi 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ningenzi nanye into ngokusukuzana+ okanye ngokuzigwagwisa,+ kodwa ngokuthobeka kwengqondo, nibagqala abanye njengabongamileyo+ kunani,
30 kwaye phakathi kwenu kuya kusuka amadoda aze athethe izinto ezijijekileyo+ ukuze abatsale abafundi emva kwawo.+
3 ningenzi nanye into ngokusukuzana+ okanye ngokuzigwagwisa,+ kodwa ngokuthobeka kwengqondo, nibagqala abanye njengabongamileyo+ kunani,