1 Korinte 4:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa ndiza kuza kuni kamsinya, ukuba uYehova uyathanda,+ yaye ndiya kwazi, kungekhona intetho yabo bakhukhumeleyo, kodwa amandla abo. 2 Korinte 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndandikhe ndatsho ngaphambili yaye, ngokungathi ndikho okwesihlandlo sesibini ndiyaphinda ndithi kwabo bonileyo ngaphambili nakubo bonke abanye, ukuba ndikhe ndeza kwakhona andiyi kubaconga,+
19 Kodwa ndiza kuza kuni kamsinya, ukuba uYehova uyathanda,+ yaye ndiya kwazi, kungekhona intetho yabo bakhukhumeleyo, kodwa amandla abo.
2 Ndandikhe ndatsho ngaphambili yaye, ngokungathi ndikho okwesihlandlo sesibini ndiyaphinda ndithi kwabo bonileyo ngaphambili nakubo bonke abanye, ukuba ndikhe ndeza kwakhona andiyi kubaconga,+