INdumiso 101:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Nabani na onyelisa iqabane lakhe emfihlekweni,+Yena ndiyamthulisa.+Nabani na onamehlo anekratshi nonentliziyo ekhukhumeleyo,+Yena andinakumnyamezela.+ IMizekeliso 6:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 lingqina elixokayo elifutha ubuxoki,+ naye nabani na obangela usukuzwano phakathi kwabazalwana.+
5 Nabani na onyelisa iqabane lakhe emfihlekweni,+Yena ndiyamthulisa.+Nabani na onamehlo anekratshi nonentliziyo ekhukhumeleyo,+Yena andinakumnyamezela.+