Genesis 14:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 benza imfazwe kunye noBhera ukumkani waseSodom,+ kwakunye noBhirsha ukumkani waseGomora,+ noShinabhi ukumkani waseAdima,+ noShemebhere ukumkani waseTsebhoyim,+ nokumkani waseBhela (oko kukuthi, eTsoware).+ Duteronomi 29:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 isalfure netyuwa,+ nokutsha,+ ilizwe liphela lingahlwayelwa, lingahlumi nto, lingantshuli tyani, njengokubhuqwa kweSodom neGomora,+ iAdima+ neTsebhoyim,+ awazibhukuqayo uYehova ngomsindo wakhe nangengqumbo yakhe;+
2 benza imfazwe kunye noBhera ukumkani waseSodom,+ kwakunye noBhirsha ukumkani waseGomora,+ noShinabhi ukumkani waseAdima,+ noShemebhere ukumkani waseTsebhoyim,+ nokumkani waseBhela (oko kukuthi, eTsoware).+
23 isalfure netyuwa,+ nokutsha,+ ilizwe liphela lingahlwayelwa, lingahlumi nto, lingantshuli tyani, njengokubhuqwa kweSodom neGomora,+ iAdima+ neTsebhoyim,+ awazibhukuqayo uYehova ngomsindo wakhe nangengqumbo yakhe;+