IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 23:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “Uyabona, ndithumela ingelosi+ phambi kwakho ukuba ikugcine endleleni ize ikuse endaweni endiyilungisileyo.+

  • Eksodus 32:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Ke ngoko, hamba, ubakhokelele abantu kuloo ndawo ndathethayo ngayo kuwe. Yabona! Ingelosi yam iya kuhamba phambi kwakho,+ yaye ngemini yokohlwaya kwam ngokuqinisekileyo ndiya kubohlwaya ngenxa yesono sabo.”+

  • Eksodus 33:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ndothumela ingelosi phambi kwakho,+ ndiwagxothe amaKanan, ama-Amori, namaHiti namaPerizi, amaHivi namaYebhusi;+

  • Daniyeli 10:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Noko ke, ndiza kukuxelela izinto ezibhalwe phantsi embhalweni wenyaniso,+ yaye akukho namnye undixhasayo ekulweni nazo ngaphandle kukaMikayeli,+ inkosana yenu.+

  • Daniyeli 12:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Ngelo xesha uya kusuka eme uMikayeli,+ inkosana enkulu+ emela+ oonyana babantu bakowenu.+ Kwaye ngokuqinisekileyo kuya kubakho ixesha lokubandezeleka ekungazange kubekho linjengalo ukususela oko lwabakhoyo uhlanga kude kube lelo xesha.+ Ngelo xesha ke abantu bakowenu baya kusinda,+ bonke abo bafunyenwe bebhaliwe encwadini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share