-
Hezekile 34:8INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
8 ‘“Ndiphila nje,” lilo eli ilizwi leNkosi enguMongami uYehova, “ngokuqinisekileyo ngenxa yokuba izimvu zam zaba yinto yokuphangwa yaye izimvu zam zaqhubeka zikukudla kwawo onke amarhamncwa asendle, ngenxa yokuba kwakungekho malusi, nabalusi bam bengazifunanga izimvu zam, kodwa abalusi baqhubeka bezondla bona ngokwabo,+ ke izimvu zam zona abazondla,”’
-