IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 ubomi obungunaphakade kwabo bafuna uzuko nembeko nokungabi nakonakala+ ngonyamezelo kumsebenzi olungileyo;

  • Yakobi 1:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Unoyolo umntu oqhubeka enyamezela isilingo,+ ngenxa yokuba akuba ekholekile uya kwamkela isithsaba sobomi,+ awabathembisa ngaso [uYehova] abo baqhubeka bemthanda.+

  • ISityhilelo 20:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ndabona iitrone,+ yaye abo babehleli kuzo banikwa igunya lokugweba.+ Ewe, ndabona imiphefumlo yabo babebulewe ngezembe ngenxa yobungqina ababunikelayo ngoYesu nangenxa yokuthetha ngoThixo, nabo babengalinqulanga irhamncwa+ nomfanekiso walo+ nababengalwamkelanga uphawu ebunzini labo okanye esandleni sabo.+ Babuyela ebomini baza balawula njengookumkani+ kunye noKRISTU iminyaka eliwaka.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share