Marko 13:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Nina ke, zilumkeleni; abantu baya kuninikela kwiinkundla zasekuhlaleni,+ yaye niya kubethwa kwizindlu zesikhungu+ nize nimiswe phambi kweerhuluneli nookumkani ngenxa yam, ukuze kube bubungqina kubo.+ ISityhilelo 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ubonisa unyamezelo,+ yaye uye wathwala ubunzima ngenxa yegama lam,+ akwatyhafa.+
9 “Nina ke, zilumkeleni; abantu baya kuninikela kwiinkundla zasekuhlaleni,+ yaye niya kubethwa kwizindlu zesikhungu+ nize nimiswe phambi kweerhuluneli nookumkani ngenxa yam, ukuze kube bubungqina kubo.+