IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 19:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 UYesu wathi kubo: “Inene ndithi kuni, Ekudalweni okutsha, xa uNyana womntu ehlala phantsi kwitrone yakhe ezukileyo, nina eniye nandilandela niya kuhlala kwiitrone ezilishumi elinesibini, nigweba izizwe ezilishumi elinesibini zakwaSirayeli.+

  • ISityhilelo 20:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ndabona iitrone,+ yaye abo babehleli kuzo banikwa igunya lokugweba.+ Ewe, ndabona imiphefumlo yabo babebulewe ngezembe ngenxa yobungqina ababunikelayo ngoYesu nangenxa yokuthetha ngoThixo, nabo babengalinqulanga irhamncwa+ nomfanekiso walo+ nababengalwamkelanga uphawu ebunzini labo okanye esandleni sabo.+ Babuyela ebomini baza balawula njengookumkani+ kunye noKRISTU iminyaka eliwaka.

  • ISityhilelo 22:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Akusayi kubakho busuku khona,+ kungasayi kubakho mfuneko yokukhanya kwesibane nokukhanya kwelanga, kuba uYehova uThixo uya kuwakhanyisela,+ yaye aya kulawula njengookumkani ngonaphakade kanaphakade.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share