Yoweli 2:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ilanga liya kujikwa libe bubumnyama,+ nenyanga ibe ligazi,+ ngaphambi kokufika kwemini kaYehova enkulu nebangela uloyiko.+ Mateyu 24:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ngoko nangoko emva kwembandezelo yaloo mihla ilanga liya kwenziwa mnyama,+ nenyanga+ ayiyi kunika ukukhanya kwayo, yaye kuya kuwa iinkwenkwezi ezulwini, namandla amazulu aya kugungqiswa.+ IZenzo 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 ilanga+ liya kujikwa libe bubumnyama nenyanga ibe ligazi ngaphambi kokuba imini enkulu neyimbalasane kaYehova ifike.+
31 Ilanga liya kujikwa libe bubumnyama,+ nenyanga ibe ligazi,+ ngaphambi kokufika kwemini kaYehova enkulu nebangela uloyiko.+
29 “Ngoko nangoko emva kwembandezelo yaloo mihla ilanga liya kwenziwa mnyama,+ nenyanga+ ayiyi kunika ukukhanya kwayo, yaye kuya kuwa iinkwenkwezi ezulwini, namandla amazulu aya kugungqiswa.+
20 ilanga+ liya kujikwa libe bubumnyama nenyanga ibe ligazi ngaphambi kokuba imini enkulu neyimbalasane kaYehova ifike.+