IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hoseya 12:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Yaye ndathetha nabaprofeti,+ nemibono ndayandisa, yaye ngesandla sabaprofeti ndaqhubeka ndizekelisa.+

  • Amosi 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kuba iNkosi enguMongami uYehova ayiyi kwenza nto ngaphandle kokuba iwutyhilile umcimbi wayo oyimfihlo kubakhonzi bayo abaprofeti.+

  • Mateyu 2:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 wafika wahlala kwisixeko esigama liyiNazarete,+ ukuze kuzaliseke oko kwakuthethwe ngabaprofeti kwathiwa: “Uya kubizwa ngokuba ngumNazarete.”+

  • IZenzo 3:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kodwa ngale ndlela uThixo uzizalisekisile izinto awazazisa kwangaphambili ngomlomo wabo bonke abaprofeti, ezo uKristu wakhe wayeya kubandezeleka ngazo.+

  • Roma 1:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 awayethembise ngazo kwixesha langaphambili ngabaprofeti+ bakhe kwiZibhalo ezingcwele,

  • Hebhere 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 UThixo, owathetha kwakudala kangangezihlandlo ezininzi+ nangeendlela ezininzi kookhokho bethu ngabaprofeti,+

  • Yakobi 5:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Bazalwana, bathabatheni njengomzekelo+ wokunyamezela ububi+ nowokuqhelisela umonde+ abaprofeti,+ ababethetha egameni likaYehova.+

  • 1 Petros 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngokuphathelele lona kanye olu sindiso babuzisa ngenkuthalo baza benza nophengululo lwenyameko+ abaprofeti abaprofeta+ ngobubele obungasifanelanga obamiselwa nina.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share