Genesis 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke kaloku inyoka+ yaba yeyona ilumkileyo+ kunawo onke amarhamncwa asendle awayewenzile uYehova uThixo.+ Ngoko yathi kumfazi:+ “Utshilo ngokwenene na uThixo ukuba nize ningadli kuyo yonke imithi yomyezo?”+ 2 Korinte 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa ndiyoyika ukuba ngandlel’ ithile, njengoko inyoka yamlukuhlayo uEva+ ngobuqhokolo bayo, iingqondo zenu zisenokonakaliswa+ zisuke ekunyanisekeni nakubunyulu obufanele uKRISTU.+ ISityhilelo 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa umfazi wanikwa amaphiko amabini okhozi+ olukhulu, ukuze aphaphazele aye entlango+ kwindawo yakhe; apho kulapho ondliwa+ khona ixesha namaxesha nesiqingatha sexesha+ ekude nobuso benyoka.+
3 Ke kaloku inyoka+ yaba yeyona ilumkileyo+ kunawo onke amarhamncwa asendle awayewenzile uYehova uThixo.+ Ngoko yathi kumfazi:+ “Utshilo ngokwenene na uThixo ukuba nize ningadli kuyo yonke imithi yomyezo?”+
3 Kodwa ndiyoyika ukuba ngandlel’ ithile, njengoko inyoka yamlukuhlayo uEva+ ngobuqhokolo bayo, iingqondo zenu zisenokonakaliswa+ zisuke ekunyanisekeni nakubunyulu obufanele uKRISTU.+
14 Kodwa umfazi wanikwa amaphiko amabini okhozi+ olukhulu, ukuze aphaphazele aye entlango+ kwindawo yakhe; apho kulapho ondliwa+ khona ixesha namaxesha nesiqingatha sexesha+ ekude nobuso benyoka.+