IZenzo 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+ 2 Timoti 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko ke musa ukuba nazintloni ngobungqina obungeNkosi yethu,+ nangokuba libanjwa kwam ngenxa yayo,+ ndaweni yoko yiba nenxaxheba ekubandezelekeni+ ngenxa yeendaba ezilungileyo, ngokwamandla kaThixo.+ ISityhilelo 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Mna Yohane, umzalwana wenu nonesabelo kunye nani kwimbandezelo+ nobukumkani+ nonyamezelo+ kunye noYesu,+ ndaba kwisiqithi esibizwa ngokuba yiPatmos ngenxa yokuthetha ngoThixo nokunikela ubungqina ngoYesu.+ ISityhilelo 19:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngako oko ndawa phantsi phambi kweenyawo zayo ukuba ndiyinqule.+ Kodwa yathi kum: “Lumka! Ungakwenzi oko!+ Kuphela nje ndilikhoboka kunye nawe kwanakunye nabazalwana bakho abanomsebenzi wokungqina ngoYesu.+ Nqula uThixo;+ kuba injongo yesiprofeto kukunikela ubungqina ngoYesu.”+
8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+
8 Ngoko ke musa ukuba nazintloni ngobungqina obungeNkosi yethu,+ nangokuba libanjwa kwam ngenxa yayo,+ ndaweni yoko yiba nenxaxheba ekubandezelekeni+ ngenxa yeendaba ezilungileyo, ngokwamandla kaThixo.+
9 Mna Yohane, umzalwana wenu nonesabelo kunye nani kwimbandezelo+ nobukumkani+ nonyamezelo+ kunye noYesu,+ ndaba kwisiqithi esibizwa ngokuba yiPatmos ngenxa yokuthetha ngoThixo nokunikela ubungqina ngoYesu.+
10 Ngako oko ndawa phantsi phambi kweenyawo zayo ukuba ndiyinqule.+ Kodwa yathi kum: “Lumka! Ungakwenzi oko!+ Kuphela nje ndilikhoboka kunye nawe kwanakunye nabazalwana bakho abanomsebenzi wokungqina ngoYesu.+ Nqula uThixo;+ kuba injongo yesiprofeto kukunikela ubungqina ngoYesu.”+