Efese 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 waza ngalo uthando lwakhe wasinyula+ ngaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, ukuba sibe ngcwele, singabi nasiphako+ phambi kwakhe.+ 1 Petros 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Enyanisweni, waziwa kwangaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, kodwa wabonakaliswa ekupheleni kwamaxesha ngenxa yenu+
4 waza ngalo uthando lwakhe wasinyula+ ngaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, ukuba sibe ngcwele, singabi nasiphako+ phambi kwakhe.+
20 Enyanisweni, waziwa kwangaphambi kokusekwa+ kwehlabathi, kodwa wabonakaliswa ekupheleni kwamaxesha ngenxa yenu+