Mateyu 24:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa lowo unyamezele+ kwada kwasekupheleni uya kusindiswa.+ Hebhere 10:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kuba kufuneka ninyamezele,+ ukuze, nakuba nikwenzile ukuthanda kukaThixo,+ namkele inzaliseko yesithembiso.+ Hebhere 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Eneneni, mqwalaseleni ngokusondeleyo lowo uye wayinyamezela intetho enjalo yokuchasa+ yaboni ngokunxamnye nezilangazelelo zabo, ukuze ningadinwa nize nityhafe emiphefumlweni yenu.+
36 Kuba kufuneka ninyamezele,+ ukuze, nakuba nikwenzile ukuthanda kukaThixo,+ namkele inzaliseko yesithembiso.+
3 Eneneni, mqwalaseleni ngokusondeleyo lowo uye wayinyamezela intetho enjalo yokuchasa+ yaboni ngokunxamnye nezilangazelelo zabo, ukuze ningadinwa nize nityhafe emiphefumlweni yenu.+