Daniyeli 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa abangcwele+ baLowo uPhakamileyo+ baya kubuthabatha ubukumkani, buze ubukumkani+ babo buhlale buhleli ixesha elingenammiselo.’ 1 Korinte 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Okanye anazi na ukuba abo bangcwele baya kugweba+ ihlabathi?+ Yaye ukuba ihlabathi liza kugwetywa nini, anifaneleki na ukugweba izinto ezingenamsebenzi kakhulu?+ ISityhilelo 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+
18 Kodwa abangcwele+ baLowo uPhakamileyo+ baya kubuthabatha ubukumkani, buze ubukumkani+ babo buhlale buhleli ixesha elingenammiselo.’
2 Okanye anazi na ukuba abo bangcwele baya kugweba+ ihlabathi?+ Yaye ukuba ihlabathi liza kugwetywa nini, anifaneleki na ukugweba izinto ezingenamsebenzi kakhulu?+
6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+