Roma 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Okanye ngaba anazi na ukuba sonke thina sabhaptizelwayo kuKristu Yesu+ sabhaptizelwa ekufeni kwakhe?+ 1 Korinte 15:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Khangelani! ndinixelela imfihlelo engcwele: Asiyi kulala ekufeni sonke, kodwa sonke siya kutshintshwa,+
3 Okanye ngaba anazi na ukuba sonke thina sabhaptizelwayo kuKristu Yesu+ sabhaptizelwa ekufeni kwakhe?+
51 Khangelani! ndinixelela imfihlelo engcwele: Asiyi kulala ekufeni sonke, kodwa sonke siya kutshintshwa,+