2 Korinte 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 njengabalusizi kodwa sihleli sinemihlali, njengamahlwempu kodwa senza abaninzi babe zizityebi, njengabangenanto ukanti sinezinto zonke.+ 1 Timoti 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 mabenze okulungileyo,+ batyebe emisebenzini emihle,+ bangagogotyi lutho, balungele ukwabelana,+ Yakobi 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Phulaphulani, bazalwana bam abaziintanda. UThixo wanyula amahlwempu+ eli hlabathi ukuba abe zizityebi+ elukholweni neendlalifa zobukumkani, awabuthembisayo kwabo bamthandayo,+ akunjalo?
10 njengabalusizi kodwa sihleli sinemihlali, njengamahlwempu kodwa senza abaninzi babe zizityebi, njengabangenanto ukanti sinezinto zonke.+
5 Phulaphulani, bazalwana bam abaziintanda. UThixo wanyula amahlwempu+ eli hlabathi ukuba abe zizityebi+ elukholweni neendlalifa zobukumkani, awabuthembisayo kwabo bamthandayo,+ akunjalo?