-
2 Samuweli 5:11, 12IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 UKumkani uHiram+ waseTire wathumela abathunywa kuDavide. Wathumela kwanemithi yomsedare,+ abantu abasebenza ngemithi nabasebenza ngamatye okwakha iindonga. Bamakhela indlu* uDavide.+ 12 Yaye uDavide waqonda ukuba uYehova umenze ukumkani kuSirayeli engathandabuzi,+ nokuba ubuphakamisile ubukumkani bakhe+ ngenxa yabantu bakaThixo amaSirayeli.+
-