Isaya 28:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Kuba uYehova uza kuphakama eNtabeni YePeratsim;Uza kuziphakamisa njengasentlanjeni ekufuphi* neGibheyon,+Ukuze enze umsebenzi wakhe, umsebenzi wakhe omangalisayo,Nokuze asebenze umsebenzi wakhe ongaqhelekanga.+
21 Kuba uYehova uza kuphakama eNtabeni YePeratsim;Uza kuziphakamisa njengasentlanjeni ekufuphi* neGibheyon,+Ukuze enze umsebenzi wakhe, umsebenzi wakhe omangalisayo,Nokuze asebenze umsebenzi wakhe ongaqhelekanga.+