IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 5:22-25
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 22 Ethubeni amaFilisti aphinda enyuka aza ahambahamba kwiNtlambo YamaRefa.*+ 23 UDavide wabuza kuYehova, kodwa uThixo wathi: “Sukunyuka ngqo. Jikela uthi gqi emva kwawo, uze uwahlasele ngakumatyholo emibhaka. 24 Xa usiva isandi sokumatsha kwamaFilisti emantla amatyholo emibhaka, hlasela, kuba uYehova uza kube ephumile phambi kwakho eyokuxabela umkhosi wamaFilisti.” 25 Ngoko uDavide wenza kanye ngendlela uYehova awayemyalele ngayo, wawaxabela amaFilisti+ ukususela eGebha+ ukuyokutsho eGezere.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share