Genesis 30:22, 23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ekugqibeleni uThixo wamkhumbula uRakeli, wamva waza wamphendula ngokumenza akwazi ukukhulelwa.*+ 23 Wamitha wazala unyana. URakeli wathi: “UThixo ukuphelisile ukwenziwa kwam intlekisa!”+ Luka 1:24, 25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Emva kweentsuku ezithile uElizabhete umfazi kaZekariya wamitha, ibe akazange aphume endlini kangangeenyanga ezintlanu, esithi: 25 “Ndiyenzelwe nguYehova* le nto. Undikhumbule waza wandenza ndayeka ukuba yintlekisa ebantwini.”+
22 Ekugqibeleni uThixo wamkhumbula uRakeli, wamva waza wamphendula ngokumenza akwazi ukukhulelwa.*+ 23 Wamitha wazala unyana. URakeli wathi: “UThixo ukuphelisile ukwenziwa kwam intlekisa!”+
24 Emva kweentsuku ezithile uElizabhete umfazi kaZekariya wamitha, ibe akazange aphume endlini kangangeenyanga ezintlanu, esithi: 25 “Ndiyenzelwe nguYehova* le nto. Undikhumbule waza wandenza ndayeka ukuba yintlekisa ebantwini.”+