IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 13:21
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 21 Emini uYehova wayebakhokela kuloo ndlela ngomqulu welifu.+ Ebusuku wayebakhokela ngomqulu womlilo, ebakhanyisela ukuze bakwazi ukuhamba emini nasebusuku.+

  • Numeri 9:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 Ngemini eyamiswa ngayo intente engcwele,+ ilifu layogquma loo ntente, intente yoBungqina, kodwa ngokuhlwa laba njengomlilo phezu kwaloo ntente ingcwele kwada kwasa.+

  • Zekariya 2:4, 5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 4 Yathi kuyo: “Baleka uyokuthi kulaa mfana, ‘“IYerusalem iza kuba njengelizwe+ elivulekileyo lasemaphandleni,* ngenxa yokuba baza kuba baninzi abantu nemfuyo kuyo.+ 5 Yaye kuyo,” utsho uYehova, “ndiza kuba ludonga lomlilo oluyijikelezileyo,+ kwaye ndiza kuba luzuko kuyo.”’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share