1 Kumkani 6:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Ezindongeni zonke zendlu macala onke, kumagumbi angaphakathi nangaphandle,* wazoba imifanekiso yeekherubhi,+ eyemithi yesundu+ neyeentyatyambo ezidubuleyo.+ 1 Kumkani 7:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Kumacala ayo wazoba iikherubhi, iingonyama nemithi yesundu ngokwesithuba esikhoyo kuyo nganye, kunye nezidanga macala onke.+ 2 Kronike 3:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Watyabeka indlu, amaplanga, imigubasi, iindonga zayo neengcango zayo ngegolide,+ waza wazoba iikherubhi kwiindonga.+
29 Ezindongeni zonke zendlu macala onke, kumagumbi angaphakathi nangaphandle,* wazoba imifanekiso yeekherubhi,+ eyemithi yesundu+ neyeentyatyambo ezidubuleyo.+
36 Kumacala ayo wazoba iikherubhi, iingonyama nemithi yesundu ngokwesithuba esikhoyo kuyo nganye, kunye nezidanga macala onke.+
7 Watyabeka indlu, amaplanga, imigubasi, iindonga zayo neengcango zayo ngegolide,+ waza wazoba iikherubhi kwiindonga.+