IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w89 1/15 iphe. 32
  • “Imibhalo Yabahlobo Bam”

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • “Imibhalo Yabahlobo Bam”
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1989
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1989
w89 1/15 iphe. 32

“Imibhalo Yabahlobo Bam”

Ngenxa yokuba baye bayinandipha kakhulu incwadi ethi Ukwenza Ubomi Bentsapho Yakho Bonwabe, abaninzi baye bayidlulisa kwabanye le mibhalo. Ngokomzekelo, omnye umntu oseIndiana, eUnited States, uyabhala:

“Ndithanda ukunincoma ngencwadi emangalisayo endisandul’ ukuyifunda, ethi, Ukwenza Ubomi Bentsapho Yakho Bonwabe. Le yincwadi ebhalwe kakuhle nekulula ukuyiqonda, yaye abantu abaselula nasebekhulile baya kufumana ingenelo ekuyifundeni.

“Ndinqwenela ukuba nindithumelele imibhalo engakumbi endiza kuyinika abahlobo bam, yaye kwakhona ndithanda ukusebenzisa le ncwadi njengezipho zomtshato.

“Ndihamba icawa yaseNazarene . . . yaye andifuni ezinye izinto, ngaphandle kwale ncwadi . . . Ukuba kunokwenzeka ukuba ndithenge imibhalo elishumi yale ncwadi ngexabiso elindilungeleyo, ndingakuvuyela ukuva oko kuni.”

Mhlawumbi ngale ncwadi ethi Ubomi Bentsapho uvakalelwa ngendlela efanayo nalo mntu. Ngaba kukho mntu uthile omaziyo obungathanda ukwabelana naye ngayo? Kutheni le nto ungamthumeleli umbhalo osisipho? Oko unokukwenza nje ngendlela elula ngokuthi uzalise uze uthumele eli phetshana lingezantsi, uthumela nje kuphela ii-R2 kunye nephetshana.

Ncedani nindithumelele, iposi ihlawulelwe, incwadi eneqweqwe elilukhuni nenamaphepha ali-192 ethi Ukwenza Ubomi Bentsapho Yakho Bonwabe kunye nencwadi ecacisa ukuba yona isisipho esivela ku ․․․․․․․․․․ .

Ndithumela ii-R2.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share