IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 12/14 iphe. 6
  • Impinda YeSikolo SoBulungiseleli Sobuthixo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Impinda YeSikolo SoBulungiseleli Sobuthixo
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
km 12/14 iphe. 6

Impinda YeSikolo SoBulungiseleli Sobuthixo

Le mibuzo ilandelayo yempinda yeSikolo SoBulungiseleli Sobuthixo iza kuxutyushwa kwiveki eqala ngoDisemba 29, 2014.

  1. Siwujonga njani umyalelo okwiDuteronomi 14:1 owalela ukuzicenta xa sizilile? [Nov. 3, w04 9/15 iphe. 27 isiqe. 5]

  2. Yayiyintoni injongo yokuba ookumkani bakwaSirayeli kufuneke bazikhuphelele uMthetho kaThixo baze ‘bawufunde imihla yonke yobomi babo’? (Dut. 17:18-20) [Nov. 3, w02 6/15 iphe. 12 isiqe. 4]

  3. Kutheni kusithiwa “uze ungalimi ngenkunzi yenkomo ne-esile kunye,” ibe lo myalelo wokubotshwa ndawonye kwezilwanyana ezingalinganiyo usebenza njani kumaKristu? (Dut. 22:10) [Nov. 10, w03 10/15 iphe. 32]

  4. Kwakutheni ukuze kwalelwe ‘ukuthinjwa njengesibambiso ilitye lokuguba okanye ilitye lokusila’? (Dut. 24:6) [Nov. 17, w04 9/15 iphe. 26 isiqe. 3]

  5. Ayefanele abe nesimo sengqondo esinjani amaSirayeli xa ethobela, ibe yintoni emele isenze sifune ukukhonza uYehova? (Dut. 28:47) [Nov. 24, w10 9/15 iphe. 8 isiqe. 4]

  6. Ziziphi izinto ezintathu eziyimfuneko ukuze sifumane ubomi ekuthethwe ngazo kwiDuteronomi 30:19, 20? [Nov. 24, w10 2/15 iphe. 28 isiqe. 17]

  7. Ngaba simele sisebeze xa sifunda iBhayibhile? Cacisa. (Yosh. 1:8) [Dec. 8, w13 4/15 iphe. 7 isiqe. 4]

  8. Ngubani ‘inkosana yomkhosi kaYehova’ echazwe kuYoshuwa 5:14, 15, ibe le ngxelo ingasikhuthaza njani? [Dec. 8, w04 12/1 iphe. 9 isiqe. 2]

  9. Yintoni eyabangela ukuba uAkan one, ibe sinokufunda ntoni kumzekelo wakhe ombi? (Yosh. 7:20, 21) [Dec. 15, w10 4/15 iphe. 20-21 isiqe. 2, 5]

  10. Umzekelo kaKalebhi usikhuthaza njani thina namhlanje? (Yosh. 14:10-13) [Dec. 29, w04 12/1 iphe. 12 isiqe. 2]

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share