Ucwangciso Lweveki KaJanuwari 5
IVEKI EQALA NGOJANUWARI 5, 2015
Ingoma 113 Nomthandazo
ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
cl isahl. 18 ¶9-19 (imiz. 30)
ISikolo SoBulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Yoshuwa 16-20 (imiz. 8)
Inte. 1: Yoshuwa 17:11-18 (imiz. 3 okanye ngaphantsi)
Inte. 2: Ngubani UThixo?—igw iphe. 2 ¶1-3 (imiz. 5)
Inte. 3: UKumkani UAhabhi—Umxholo: Abantu Ababi Abanakuba Nalo Uxolo—it-1-E iphe. 59-60, kunye nophando ozenzele lona (imiz. 5)
Intlanganiso Yenkonzo:
Umxholo Wenyanga: Khupha “izinto ezilungileyo” kubuncwane obulungileyo esibuphathisiweyo.—Mat. 12:35a.
Imiz 30: “Iingoma Zokunqula Ezintsha!” Ingxubusho. Xa kuxutyushwa isiqendu 6, ibandla malidlalelwe ipiyano yengoma ethi, “The Kingdom Is in Place—Let It Come!” Emva koko, cela abaphulaphuli baphakame baze bacule le ngoma. Kusenokufuneka le ngoma iculwe kabini ukuze ibandla liyifunde.
Ingoma entsha “The Kingdom Is in Place—Let It Come!” Nomthandazo