JULAYI 21-27
IMIZEKELISO 23
Ingoma 97 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. Imigaqo Yobulumko Enokukunceda Ubusebenzise Kakuhle Utywala
(imiz. 10)
Ukuba ukhetha ukusela utywala, ungaseli kakhulu (IMi 23:20, 21; w04 12/1 19 ¶5-6)
Hlala ucinga ngemiphumo emibi yokunxila (IMi 23:29, 30, 33-35; it-1-E 656)
Ungaqhatwa yindlela obubonakala ngathi abuyongozi ngayo utywala (IMi 23:31, 32)
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
IMi 23:21—Yintoni umahluko phakathi kokuba lidla-kudla nokutyeba kakhulu? (w04 11/1 31 ¶2)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) IMi 23:1-24 (th isifundo 5)
4. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 2) UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI. (lmd isifundo 3 ingongoma 5)
5. Ukubuyela
(imiz. 5) KWINDLU NGENDLU. Mbonise indlela esiqhutywa ngayo isifundo seBhayibhile. (lmd isifundo 9 ingongoma 5)
6. Ukwenza Abafundi
(imiz. 5) Khuthaza isifundo sakho ekunzima ukohlukana nezinto ezingamvuyisiyo uYehova (lmd isifundo 12 ingongoma 4)
Ingoma 35
7. Ngaba Bumele Bubekhona Utywala?
(imiz. 8) Ingxubusho.
Ngaba abantu abatshatayo bamele babenabo utywala emtshatweni wabo? Esi sisigqibo sobuqu kodwa esifanele senziwe kakuhle emva kokucinga ngemigaqo yeBhayibhile emininzi nangezinye izinto ezibalulekileyo.
Dlala IVIDIYO ethi Ngaba Bumele Bube Khona Utywala? Uze ubuze lo mbuzo:
Le migaqo yeBhayibhile ilandelayo ingabanceda njani abantu abatshatayo bagqibe enoba buza kuba khona na utywala emtshatweni wabo?
Yoh 2:9—UYesu wajika amanzi abayiwayini emtshatweni.
1Ko 6:10—‘Amanxila . . . awazukungena eBukumkanini bukaThixo.’
1Ko 10:31, 32—“Kungakhathaliseki ukuba niyatya okanye niyasela . . . , yonke into yenzeleni ukuzukisa uThixo. Zigadeni ningakhubekisi.”
Zeziphi ezinye imeko esifanele sicinge ngazo?
Ukuze sikwazi ukwenza izigqibo ezilungileyo, kutheni kufuneka ‘sisebenzise ingqondo’ ukuze siqonde indlela yokusebenzisa imigaqo eyahlukeneyo yeBhayibhile?—Rom 12:1; INt 7:16-18
8. Iimfuno Zebandla
(imiz. 7)
9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) lfb isifundo 2, intshayelelo yecandelo 2, nesifundo 3