IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb25 Julayi iphe. 14-15
  • Agasti 25-31

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Agasti 25-31
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
mwb25 Julayi iphe. 14-15

AGASTI 25-31

IMIZEKELISO 28

Ingoma 150 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Yintoni Umahluko Phakathi Komenzi Bubi Nelungisa?

(imiz. 10)

Umenzi bubi ligwala kodwa lona ilungisa aloyiki nto (IMi 28:1; w93 5/15 26 ¶2)

Umenzi bubi akagwebi ngobulungisa; kodwa umntu olilungisa wenza izigqibo ezilungileyo. (IMi 28:5; it-2-E 1139 ¶3)

Umntu olilungisa ongenazinto zininzi ubaluleke ngaphezu komenzi bubi osisityebi (IMi 28:6; it-1-E 1211 ¶4)

Umzalwana uthandaza ejonge phezulu njengoko ehleli phantsi kwisisele sentolongo.

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • IMi 28:14​—Sesiphi isilumkiso esisifumana kwesisibhalo? (w01 12/1 11 ¶3)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

(imiz. 4) IMi 28:​1-17 (th isifundo 10)

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) KWINDLU NGENDLU. Ncokolani ngokupheliswa kweemfazwe nobundlobongela. (lmd isifundo 5 ingongoma 5)

5. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) KWINDLU NGENDLU. Ncokolani ngokupheliswa kweemfazwe nobundlobongela. (lmd isifundo 5 ingongoma 4)

6. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 2) UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI. Ncokolani ngokupheliswa kweemfazwe nobundlobongela. (lmd isifundo 1 ingongoma 4)

7. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Ncokolani ngokupheliswa kweemfazwe nobundlobongela. (lmd isifundo 2 ingongoma 4)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 112

8. Ngaba Uyabucaphukela Ubundlobongela?

(imiz. 6) Ingxubusho.

Umntwana oyinkwenkwe udlala ivideo game.

Ubundlobongela beza noSathana uMtyholi, uYesu awambiza ngokuba ‘ngumbulali.’ (Yoh 8:44) Emva kokuba iingelosi zivukele uYehova zaza zalandela uSathana, ubundlobongela buye bababuninzi, umhlaba wawonakele emehlweni kaThixo. (Gen 6:11) Njengoko sele lizakupheliswa elihlabathi likaSathana linobundlobongela abantu abaninzi abalawuleki.​—2Ti 3:​1, 3.

Funda INdumiso 11:5. Uze ubuze le mibuzo:

  • Uvakalelwa njani uYehova ngabo bathanda ubundlobongela, ibe ngoba?

  • Yintoni esiyibonayo kwezemidlalo nakwindlela abantu abazonwabisa ngayo ebonisa ukuba bayabuthanda ubundlobongela?

Funda IMizekeliso 22:​24, 25. Uze ubuze le mibuzo:

  • Izinto esizonwabisa ngazo nabantu esichitha ixesha nabo banokusenza siyitshintshe njani indlela esibujonga ngayo ubundlobongela?

  • Izinto esikhetha ukuzonwabisa ngazo zinokubonisa njani ukuba siyabuthanda ubundlobongela?

9. Iphulo Elikhethekileyo LangoSeptemba

(imz. 9)

Mayinikelwe ngumveleli wenkonzo. Benze babe nomdla ngephulo, uze uthethe ngendlela eniza kulenza ngayo.

Dlala IVIDIYO ethi Ekugqibeleni Siseluxolweni! (Ingoma Yendibano Yengingqi Ka-2022).

10. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

(imiz. 30) lfb isifundo 12-13

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 113 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share