NOVEMBA 17-23
INGOMA YAZO IINGOMA 6-8
Ingoma 34 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. Yiba Ludonga, Hayi Ucango
(imiz. 10)
Oobhuti bomShululamikazi babefuna aqhubeke engaziphathi kakubi ngokwesondo (Ngo 8:8, 9; it “Ingoma Yazo Iingoma,” ¶11)
Waba seluxolweni kuba engazange angene emgibeni wokuziphatha kakubi (Ngo 8:10; yp 188 ¶2)
Ungumzekelo omhle kubantu abasebatsha nanamhlanje (yp2 33)
KHAWUZIBUZE, ‘Ndingawanceda njani amaKristu angatshatanga asebandleni lam ukuba abe ludonga angabi lucango?’
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
Ngo 8:6—Kutheni uthando lokwenene kusithiwa ‘lidangatye likaYa’? (w15 1/15 29 ¶3)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) Ngo 7:1-13 (th isifundo 12)
4. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 2) KWINDLU NGENDLU. Sebenzisa ikhadi le-jw.org ukuze uqalise incoko. (lmd isifundo 4 ingongoma 4)
5. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 2) UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI. Sebenzisa iphecana ukuze uqalise incoko kwindawo yamashishini. (lmd isifundo 1 ingongoma 4)
6. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 2) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Qalisa incoko ngobubele ekhawuleza iphele ungekafumani thuba lokushumayela. (lmd isifundo 2 ingongoma 4)
7. Ukuthethelela Iinkolelo Zakho
(imiz. 5) Umboniso. ijwfq inqaku 43—Umxholo: Ngaba AmaNgqina KaYehova Anayo Imiyalelo Ngokuthandana? (th isifundo 7)
Ingoma 121
8. Ningaze Niziphathe Kakubi Ngesondo
(imiz. 15) Ingxubusho.
KwiNgoma Yazo Iingoma, umalusi ucela umShulamikazi bakhe bathi chu kunye. (Ngo 2:10-14) Nangona umalusi wayengenazinjongo zimbi oobhuti bale ntombi bayinika umsebenzi ukuze angahambi naye. (Ngo 2:15) Babesazi ukuba xa bebodwa kwakunokwenzeka nantoni na.
IBhayibhile ilumkisa amaKristu ukuba ‘angaze aziphathe kakubi ngesondo.’ (1Kor 6:18) Ngoko simele siphephe nantoni na enokusenza siziphathe kakubi ngesondo. Umbhali weNgoma Yazo Iingoma waphefumlelwa ukuba abhale athi: “Umntu olumkileyo uyibona iseza ingozi aze ayiphephe, kodwa ongenamava uya ngqo kuyo aze achaneke.”—IMi 22:3.
Dlala IVIDIYO UThixo “Uyazazi Iimfihlelo Ezisentliziyweni.” Uze ubuze lo mbuzo:
Ziintoni ozifundileyo kule vidiyo?
9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) lfb isifundo 36-37