IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb25 Novemba iphe. 12-13
  • Disemba 15-21

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Disemba 15-21
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
mwb25 Novemba iphe. 12-13

DISEMBA 15-21

ISAYA 9-10

Ingoma 77 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Isiprofeto ‘Esingokukhanya Okukhulu’

(imiz. 10)

“Ukukhanya okukhulu” babuza kubonwa eGalili (Isa 9:​1, 2; Mat 4:​12-16; ip-1 125-126 ¶16-17)

Uhlanga olwaluzakwamkela ukukhanya okukhulu lwaluza kwanda ibe abantu balo babeza konwaba (Isa 9:3; ip-1 126-128 ¶18-19)

Imiphumo yezinto ezaziza kwenziwa kukukhanya okukhulu yayizakuhlala ikho (Isa 9:​4, 5; ip-1 128-129 ¶20-21)

UYesu nomnye wabafundi bakhe bashumayela kumntu ongutata nonyana wakhe ekhayeni labo. Umntu ongumama ubeke into yokuphatha amanzi egxalabeni lakhe umamele uYesu nomfundi wakhe njengoko ebagqitha.

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • Isa 9:6​—UYesu wayeza kuzibonakalisa njani ukuba ‘unguMcebisi Omangalisayo’? (ip-1 130 ¶23-24)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

(imiz. 4) Isa 10:​1-14 (th isifundo 11)

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Shumayela kumntu ongakholelwayo kuThixo. (lmd isifundo 1 ingongoma 4)

5. Ukubuyela

(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Qhubeka nencoko ekwiphecana obumshiyele lona kwixesha elidlulileyo. (lmd isifundo 9 ingongoma 3)

6. Ukuthethelela Iinkolelo Zakho

(imiz. 5) Umboniso. ijwfq inqaku 35​—Umxholo: Ngaba AmaNgqina KaYehova Aye Atshintsha IBhayibhile Ukuze Ithethelele Iinkolelo Zawo? (th isifundo 12)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 95

7. Ukukhanya Kuya Kukhanya Ngokukhanya

(imiz. 5) Ingxubusho.

Ilanga likhanyisa ihlathi elogqunywe yinkungu.

Intlangano kaYehova ihambela phambili. Ngaba uyahambisana nayo? Masithethe ngezinto ezintathu eye yahambela phambili kuzo intlangano kaYehova neendlela eziye zasinceda ngayo.

  • Bhala phantsi enye yeenyaniso zeBhayibhile eye yahlaziywa ukuze siyiqonde bhetele nendlela eye yasinceda ngayo.​—IMi 4:18

  • Bhala phantsi indlela esishumayela ngayo ngoku nendlela esincede ngayo ukuze siwenze kakuhle umsebenzi esiwuthunywe nguYesu.​—Mat 28:​19, 20

  • Bhala phantsi enye yezinto eziye zatshintshwa entlanganweni neentsikelelo esiye sazifumana ngenxa yolo tshintsho.​—Isa 60:17

8. Okufezwe Yintlangano kaDisemba

(imiz. 10) Dlala IVIDIYO.

9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

(imiz. 30) lfb intshayelelo yecandelo 8 isifundo 44-45

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 92 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share