IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w16 Juni iphe. 2
  • Iziqulatho

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iziqulatho
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2016
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2016
w16 Juni iphe. 2

Iziqulatho

IVEKI KA-AGASTI 1-7, 2016

3 Ukuxabisa UYehova NjengoMbumbi Wethu

IVEKI KA-AGASTI 8-14, 2016

9 Ngaba Uyamvumela UMbumbi Omkhulu Akubumbe?

Umbumbi yingcibi ebumba udongwe ngesandla ukuze yenze izitya ezihle. Kula manqaku mabini siza kubona ukuba kutheni sisithi uYehova ‘nguMbumbi wethu,’ nokuba yintoni esimele siyenze ukuze sifane nodongwe oluthambileyo ezandleni zakhe.

IVEKI KA-AGASTI 15-21, 2016

15 “UYehova UThixo Wethu NguYehova Mnye”

Kuthetha ukuthini ukuthi uYehova uThixo wethu “nguYehova mnye”? Oko kuluchaphazela njani ulwalamano lwethu naye kunye nabanye abazalwana noodade? Ekubeni sineemvelaphi ezahlukeneyo, sifanele sikuqonde oko uYehova akulindeleyo kuthi ukuze abe ‘nguThixo wethu.’

IVEKI KA-AGASTI 22-28, 2016

21 Musa Ukuvumela Iziphoso Zabanye Zikukhubekise

Bonke abantu baneempazamo ezinokubakhubekisa abanye. Ngoko simele sisabele njani xa umntu ethetha okanye esenza into esikhubekisayo? Kweli nqaku, siza kuthetha ngemizekelo eseBhayibhileni enokusinceda.

27 Uphawu Lobuthixo Oluxabiseke Ngaphezu Kweedayimani

31 Imibuzo Evela Kubafundi

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share