IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb18 Oktobha iphe. 5
  • “Ndinibekela Umzekelo”

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • “Ndinibekela Umzekelo”
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
  • Amanqaku Afanayo
  • Oyena Mntu Ubalaseleyo Unikela Inkonzo Yokuzithoba
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1999
  • UYesu Wasimisela Umzekelo Wokuthobeka
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2012
  • Hlakulela Ukuthobeka Ngokunyanisekileyo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2005
  • “Ndithobekile Ngentliziyo”
    ‘Yiba Ngumlandeli Wam’
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
mwb18 Oktobha iphe. 5
UYesu uhlamba iinyawo zabapostile bakhe

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | YOHANE 13-14

“Ndinibekela Umzekelo”

13:5, 12-15

Xa uYesu wayehlamba iinyawo zabapostile bakhe, wayebafundisa ukuba bathobeke kwaye benze imisebenzi ephantsi ukuze bancede abazalwana babo.

Ndingabonisa njani ukuba ndithobekile . . .

  • Oodade bayaxabana

    xa ndixabene okanye ndingaboni ngasonye nomzalwana okanye nodadewethu?

  • Umzalwana ululeka omnye

    xa ndinqandwa okanye ndilungiswa?

  • Abazalwana noodade bacoca iHolo YoBukumkani

    xa iHolo YoBukumkani ifuna ukucocwa okanye ukulungiswa?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share