Genesis 38:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Malunga neenyanga ezintathu emva koko, kwathiwa kuYuda: “UTamare umolokazana wakho uye wazenza umfazi othengisa ngomzimba, ibe ukhulelwe ngenxa yale nto ayenzileyo.” Akuyiva loo nto, uYuda wathi: “Mkhupheni atshiswe.”+
24 Malunga neenyanga ezintathu emva koko, kwathiwa kuYuda: “UTamare umolokazana wakho uye wazenza umfazi othengisa ngomzimba, ibe ukhulelwe ngenxa yale nto ayenzileyo.” Akuyiva loo nto, uYuda wathi: “Mkhupheni atshiswe.”+