Genesis 40:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ngolo suku lwesithathu ke yayingumhla wokuzalwa kukaFaro,+ yaye wazenzela itheko zonke izicaka zakhe, waza wakhupha* umphathi wabangcamli nomphathi wababhaki, phambi kwezicaka zakhe.
20 Ngolo suku lwesithathu ke yayingumhla wokuzalwa kukaFaro,+ yaye wazenzela itheko zonke izicaka zakhe, waza wakhupha* umphathi wabangcamli nomphathi wababhaki, phambi kwezicaka zakhe.