Genesis 42:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Bathetha bodwa besithi: “Ngokuqinisekileyo siyohlwaywa ngenxa yomntakwethu,+ kuba sayibona intlungu yakhe* ibhalwe ebusweni xa wayesicenga ukuba sibe nenceba kuye, kodwa asizange simamele. Yiloo nto sikule ntlungu nje.”
21 Bathetha bodwa besithi: “Ngokuqinisekileyo siyohlwaywa ngenxa yomntakwethu,+ kuba sayibona intlungu yakhe* ibhalwe ebusweni xa wayesicenga ukuba sibe nenceba kuye, kodwa asizange simamele. Yiloo nto sikule ntlungu nje.”